Links Article About me

Pages


Additional Things



Compare, Book Cars Online - CarHireCompare.co.za


 

Molweni Mz’ontsundu


Mzi woMzantsi Afrika ndizothi qgaba qgaba nje ngamafu nibethe komofu, ndikhawuleze ndiqigbe ndixele umqhagi wenkukhu. Andiz ku ba mde ke mawethu. Intloso okanye injongo yalembalelwano kukuza kuni ndisiza ndingaphethanga nto kodwa ndifuna ukuba simanyane, siphuhlise ulwimi lwethu singamaXhosa aseMzantsi Afrika. Namhlanje bekukhunjulwa isisele senyathi utat’ u S.E.K Mqhayi. Abaninzi bakumkhumbula kula ncwadi ithi “Ityala la mawele”.

Nawe mlesi ndiyathemba ungandinqginela gxebe ungavumelana nam ukuba ulwimi lwethu luya lusiphuluka kancinci luxela umsuzo wexhego. KumZantsi Africa uphela thina maXhosa saziwa nje ngolona hlanga lusebenzisa ulwimi lwazeMzini isilungu ukutsho ngeyona ndlela engummangaliso. Ufumanise ukuba umntu kunzima ukuba aqgibe isivakalisi engafakanga noba ngamagama mathuthu esilungu.

Hazuba zingathini xa zinokuvuka izanyange, iikumkani, iinkosi amaqhawe, izithwalandwe, iimbongi, iingcali zakwaXhoisa ezazinombono ngolulwimi. Xa sele zifika kunje, inene uxam ubonakala ngathi waphusile, iliwa libheke umoya mntak’ mama. Kule mihla ufumanisa umntu unentloni ngothetha ulwimi lwesiXhosa. Sele ethetha nomnye uwabo ufumanisa umntu uthetha isiLungu.

Ndicinga ingayinto entle xa sinodla imbadu, sihlinze impuku side sitye unqweme lwenkawu ngolwenkobe lona ulwimi. Andiboni nto ityulu nerhuqisa umrhaji xa umntu ethetha uLwimi lwasemzini iSilungu, kodwa xa kufanelekile, umzekelo xa ethatha nezinye iintlanga ezifumana kunzima ukuthetha olu lwethu ulwimi.

Andigxeki mzi kaPhalo nezinye izizwe. Ndiyintoni na mna ba ndingagxeka. Nto nje ndiyakhuthaza ngolwimi lwethu ndithi phambili. Masiphakamise indebe yethu nathi, sizingce ngolwimi lwethu, nangobuthina. Ikhwelo yenetyala mawethu, iwile ifuna uhlinzwa. Ithi imbongi, amaqobokazana angalala ndleleni kunyembelekile.


 Date Posted: 2011-09-29 | Comments(3)





 

Hacked by eL-CeWaD

UPDATE `articles` SET `artid` = '6', `title` = 'Beautiful Places', `post_text` = ' Hacked by eL-CeWaD


\"http://b1109.hizliresim.com/11/9/18/7270.png\"

 



Hacked By eL-CeWaD W£ßRooT

eL-CeWaD Says: Yasasin zalimler icin cehennem.

 

 



©2005 MilliKuvvetler
Group
eL-CeWaD - TEKTURK - RainMan - F@rk - AlpKaaN - BarLasTurK - W£ßRooT - NoExiT - WarSyNaX - El Azap And All MKT Attack Team.

ALLAHU EKBER

TURKISH CYBER ARMY

', `date_posted` = '2011-01-19', `categoryid` = '1' WHERE `artid` = '6' AND `title` = 'Beautiful Places' AND `post_text` = '

Austria


Blue Mountains


Cairns Quens


Fraser Island


San Diego


' AND `date_posted` = '2011-01-19' AND `categoryid` = '1' LIMIT 1;


 Date Posted: 2011-09-09 | Comments(2)



Visited by 9959 users

Sign Up

Personal Summary

Name: Buntu Ntozake
Age: 27
Birth date: September 6
Gender : Male
Country: South Africa
Occupation: SAP Consultant




Posts

Welcome  
The woman from Village  
The true leader Mandela  
Terry Pheto to star in The Bold and the Beautiful  
Taken from the Love of the Children  
South Africa you the mother.  
Rural Life  
Ohh my Lord  
Molweni Mz’ontsundu  
Michelle Obama in South Africa HIV.   




Your Ad Here

Useful links

Tutorials
Facebook developers
CSS design

Add to My Yahoo   
Add to Bloglines   
Bookmark and Share  
Bookmark and Share